Lingua   

Khawuleza

Miriam Makeba
Lingua: Xhosa

Miriam Makeba

‎Khawuleza mama
Khawuleza mama
Khawuleza mama

Fihlan' amagogogo
Nang’ amapolis’ azongen'endlwini mama, khawuleza

Jonga jonga jonga yo khawuleza mama, iyeyiye mama, khawuleza

Bathi jonga jonga jonga yo khawuleza mama
khawuleza mama khawuleza
jonga jonga jonga yo khawuleza mama
khawuleza mama khawuleza

Pagina principale CCG

Segnalate eventuali errori nei testi o nei commenti a antiwarsongs@gmail.com

hosted by inventati.org