| Traduzione italiana dell'Anonimo Toscano del XXI Secolo
|
KHAWULEZA | SBRIGATI, MAMMA! |
| |
Khawuleza mama | Sbrigati mamma |
Khawuleza mama | Sbrigati mamma |
Khawuleza mama | Sbrigati mamma |
| |
Fihlan' amagogogo | Riempi i bidoni |
Nang’ amapolis’ azongen'endlwini mama, khawuleza | Ecco i poliziotti, ci entreranno in casa, sbrigati |

Jonga jonga jonga yo khawuleza mama, iyeyiye mama, khawuleza | guarda guarda guarda sbrigati mamma, su mamma, sbrigati |

Bathi jonga jonga jonga yo khawuleza mama | Dicono guarda guarda guarda e sbrigati mamma |
khawuleza mama khawuleza | sbrigati mamma sbrigati |
jonga jonga jonga yo khawuleza mama | guarda guarda guarda e sbrigati mamma |